Numbers 32:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waya no‐Nobaki wabamba i‐Kenate namagxamesi ayo, wayibiza nge‐Nobaki, ngegama lake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UNobha wayawayithimba iKenati namagxamesi ayo, wathi igama layo yiNobha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uNobha waya wayithimba iKenati namagxamesi alapho, wathi yiNobha ngegama lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NoNobha wahlasela iKenati needolophana zayo, waza wayithiya ngaye, wathi yiNobha.