Numbers 32:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko u‐Mosesi wati elusatsheni luka‐Gadi naselusatsheni luka‐Rubene: Kanene abazalwana benu boya emfazweni na, nihlale apa nina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMoses koonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen, Baye emfazweni abazalwana benu, nihlale apha na nina?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMoses koonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen, Abazalwana benu baya emfazweni, nihlale apha na nina?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMosis waphendula wathi: “Ngaba ke nina nifuna ukuhlala apha nisonge izandla xa wona amawenu esiya emfazweni?