Numbers 33:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaza lwanduluka entabeni ye‐Shafere, lwaya lwati waca e‐Harada.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Banduluka entabeni yeShefere, bamisa eHarada.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Banduluka eNtabeni iSafa, bamisa iinkampu eHarada.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ukuba anibagxothanga bonke abemi balo, abo baseleyo boba yinkathazo njengeliso eliphandliweyo kuni, okanye kufane nokuba nihlatywe ngameva; ewe, bojika banilwe.