Numbers 33:40 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuvakala kum‐Kanane, kukumkani we‐Haradi, obehlala esuyide, ezweni le‐Kanane, ngokuza kwosapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weva umKanan, ukumkani waseAradi, owayehleli kwelisezantsi ezweni lakwaKanan ukuba bafikile oonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weva umKanan, ukumkani waseAradi, obemi kwelasezantsi ezweni lakwaKanan ukuba bafikile oonyana bakaSirayeli.