Numbers 33:52 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
niya kwandula nigqogqe bonke abemi belizwe pambi kwenu, nitshabalalise yonke imifanekiso yabo eba̔liweyo; kanjalo zonke izifanekiso zabo ezityityishiweyo nozitshabalalisa, nazo zonke indawo zabo ezipakamileyo nozicitakalisa:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nobagqogqa bonke abemi belo zwe phambi kwenu, niwachithe onke amatye angumfanekiso, nemifanekiso yabo yonke etyhidiweyo niyichithe, nazo zonke iziganga zabo nizitshabalalise;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bagxotheni ke ngoko bonke abemi belizwe phambi kwenu, niyitshabalalise yonke imifanekiso yabo eqingqiweyo, nizitshabalalise zonke izithixo zabo ezinqatyisiweyo, nizidilize zonke iziganga zabo.