Numbers 33:53 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
naniya kubamba ilizwe, nize nihlale kulo: ngokuba ndinipile elozwe ukuba nilifuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nilihluthe ilizwe, nihlale kulo; kuba ndininikile ilizwe eli, ukuba nime kulo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bagxotheni abemi belizwe, nihlale kulo; kuba ndininikile ilizwe elo ukuba nilihluthe.