Numbers 33:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaza lwanduluka pambi kwe‐Pihahirote, lwawela pakati kwolwandle ukuya entlango, lwahamba ihambo yentsuku ntatu entlango ye‐Etame, lwaya lwati waca e‐Mara.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Banduluka phambi kweHahiroti, baluwela ulwandle, baya entlango; bahamba uhambo lweemini ezintathu entlango ye-Etam, bamisa eMara.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko banduluka ePihagiroti bawela ulwandle baya entlango baza bahamba uhambo lweentsuku ezintathu entlango ye-Etam baza bamisa iinkampu eMara.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ayishiya iPi-hahiroti, awela uLwandle oluBomvu, angena kwintlango yase-Etam; aza ke athi emva kweentsuku ezintathu aya kugaleleka emisa eMora.