Numbers 34:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngawo la amagama awo amadoda aya kwabela kuni ilizwe: ngu‐Elezari umperisite, no‐Yoshuwa unyana ka‐Nune.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngawo la amagama amadoda aya kunabela ilizwe ukuba libe lilifa: uElazare umbingeleli, noYoshuwa unyana kaNun.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngawo la amagama amadoda aya kunabela ilizwe: uElazare umbingeleli noYoshuwa unyana kaNun.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Umbingeleli uElazare noYoshuwa unyana kaNune ngabo abaya kwabela amaSirayeli umhlaba.