Numbers 34:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Namagama alamadoda ngawo la: eyesizwe sika‐Juda, ngu‐Kalebi unyana ka‐Jefune;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngawo la amagama aloo madoda: esizweni sakwaYuda, nguKalebhi unyana kaYefune;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngawo la amagama aloo madoda: Kwisizwe sakwaYuda, nguKalebhi unyana kaYefune;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nanga ke amagama eenkokheli ezo: Indlu Inkokheli KwaJuda uKalebhi unyana kaJefune KwaSimon uShemuweli unyana ka-Amihudi KwaBhenjamin uElidade unyana kaKiselon KwaDan uBhuki unyana kaJogeli KwaManase kaJosefu uHaniyeli unyana kaEfodi KwaEfrayim kaJosefu uKemuweli unyana kaShiftan KwaZebhulon uElizafan unyana kaParnaki KwaIsakare uPaltiyeli unyana ka-Azana Kwa-Ashere uAbhihudi unyana kaShelomi KwaNafetali uPedayeli unyana ka-Amihudi.”