Numbers 34:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yalela usapo luka‐Sirayeli, uti kulo: Xeshekweni ningenayo elizweni le‐Kanane: (eli lilizwe eliya kuwa kuni libe lilifa, ilizwe le‐Kanane kunye nemida yalo:)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bawisele oonyana bakaSirayeli umthetho, uthi kubo, Xa nithe nangena ezweni lakwaKanan (lilo eli ilizwe eliya kuwela kuni libe lilifa, ilizwe lakwaKanan ngokwemida yalo),
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bawisele umthetho oonyana bakaSirayeli, uthi kubo, Xa nithe nafika ezweni lakwaKanan; (Lilo eli ilizwe eliya kuwela kuni njengelifa, ilizwe lakwaKanan nemida yalo.)
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
le miyalelo, wathi makayigqithisele kumaSirayeli, athi: “Nantsi ke imida yelizwe laseKanana endinipha lona.