Numbers 35:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kanjalo umsunduzile ngotiyo, umhlaumbi umjulele ngabomi, wada wabuba;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uthe wamtyhala ngokumthiya, nokuba umgibisele emzonda, wafa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe wamtyhalela ngentiyo, nokuba uthe wambetha ngezwi elikhulu, wafa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ukuba umntu unomntu amzondayo waza wambulala ngokumeyelisela, ukumgibisela ngento, okanye ukumlalela,