Numbers 35:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba umsunduzile ngebaqo kungeko butshaba, umhlaumbi umjulele ngenye impahla engenzi ngabomi,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uthe wamqubula wamtyhala, engenabutshaba, nokuba umgibisele ngempahla nokuba nangayiphi na into, engamzondi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke uthe wamtyhala ngesiquphe, kungekho lutshaba, nokuba wamgibisela nokuba yintoni na, engalindelanga;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kambe ke ukuba umntu ubulele omnye ngengozi, kungengakuba ebemzonda, noba umbulele ngokumeyelisela okanye ukumgibisela ngento,