Numbers 35:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba umbulali lowo woka apume ngapandle kwomda wesixeko sesipepelo sake, apo abesabele kona;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba umbulali uthe waphuma ngaphandle komda womzi wokusabela kwakhe abebalekele kuwo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba umbulali lowo uthe wangena nangaliphi na ixesha ngaphandle komda wesixeko esikhululekileyo ebebalekele kuso;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ukuba umbulali lowo umkile apho kuloo dolophu ebephephele kuyo,