Numbers 35:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aniyi kwamkela isizi ngenxa yalowo wesabeleyo esixekweni sesipepelo sake, sokuba abuye ukuya kuhlala elizweni, engekafi umperisite omkulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ize ningathabathi lucamagusho ngenxa yobalekele emzini wokusabela kwakhe, ukuba abuye eze kuhlala emhlabeni wakhe, ade afe umbingeleli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze ungamvumeli ukuba abuyele emzini okhululekileyo welizwe lakowabo, ade abhubhe umbingeleli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba umntu ubalekele kwidolophu yokuphephela makangavunyelwa akhuphe intlawulo khon' ukuze abe nokugoduka engekafi umbingeleli omkhulu.