Numbers 35:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ize ninganco̔lisi ilizwe eniya kuma kulo, endiya kuhlala mna pakati kwalo: ngokuba mna Yehova ndihleli pakati kwosapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nize ningalenzi nqambi ke ilizwe enihleli kulo, endihleli kulo; kuba mna, Yehova, ndihleli phakathi koonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ize ningalihlambeli ilizwe enihlala kulo, endihleli kulo mna; kuba mna Yehova ndihleli phakathi koonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ningaze nilifake umlaza ilizwe enihlala kulo; kaloku mna ndinguNdikhoyo, ndihlala phakathi kwabantu bam amaSirayeli.”