Numbers 35:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zonke izixeko eniya kuzinika kuba‐Levi zoba zizixeko ezingamashumi mane anesibozo; kwa zona nenqele zazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yonke imizi enobanika yona abaLevi yoba yimizi engamashumi amane anesibhozo, anamadlelo ayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zonke izixeko eniya kuzinika abaLevi zoba ngamashumi amane anesibhozo; wolinika kunye nedlelo labo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ndawonye namadlelo azo, ukuze ke zibe ngamashumi amane anesibhozo zizonke.