Numbers 36:11 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba u‐Mahala, n o‐Tiretsa, no‐Hogela, no‐Mileka, no‐Noha, intombi zika‐Tselofehadi, baba ngabafazi konyana boyisekazi babo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMala, noTirtsa, noHogela, noMilka, noNoha, iintombi zikaTselofehadi, zendela koonyana babazalwana bakayise;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba uMagala, noTirtsa, noHogela, noMilka, noNowa, iintombi zikaTselofehadi, zendela koonyana babazalwana bakayise.