Numbers 36:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
pakati kwezizalwane zosapo luka‐Manase, unyana ka‐Josefe, baba ngabafazi; kwaza kwahlala ilifa labo esizweni sesizalwane soyise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
zendela emizalwaneni yoonyana bakaManase, unyana kaYosefu;ilifa lazo laba sesizweni somzalwana kayise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zendela emizalwaneni yoonyana bakaManase, unyana kaYosefu, laza ilifa labo lahlala emzalwaneni wooyise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, zendela kwakwimizi yendlu kaManase unyana kaJosefu, yaza ke ngolo hlobo imihlaba kayise ayaphuma kule ndlu yakowazo.