Numbers 36:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo intombi esukuba ilidla ilifa, kuzo izizwe zosapo luka‐Sirayeli, yoba ngumfazi kowesizalwane sesizwe soyise bayo, ukuze ke usapo luka‐Sirayeli olunye ngolunye lulidle ilifa loyise balo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke iintombi ezinelifa ezizweni zoonyana bakaSirayeli ziya kwendela kothile emzalwaneni wesizwe sooyise, ukuze oonyana bakaSirayeli babe nalo elowo ilifa looyise;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yonke intombi enelifa esizweni soonyana bakaSirayeli yoba ngumfazi wesizwe sesizwe sikayise, ukuze oonyana bakaSirayeli badle ilifa ooyise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Intombi yomSirayeli efumene ilifa lomhlaba kufuneka yendele kwakuloo ndlu yakowayo. Ngale ndlela ke umhlaba wookhokho bendlu ethile uya kujikeleza kwakuloo ndlu,