Numbers 4:19 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko lento niya kuyenza kubo, ukuba bapile, bangafi nokufa, bakusondela kweyingcwele yezingcwele: u‐Arone nonyana bake baya kungena, babamise abanye ngabanye pezu kwenkonzo yabo nasekutwaleni kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yenzani le nto kubo, ukuba baphile, bangafi ekusondeleni kwabo engcweleni kangcwele: bongena ooAron noonyana bakhe, babamise elowo emsebenzini wakhe nasemthwalweni wakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yenzani wena kubo, ukuze baphile, bangafi ekusondeleni kwabo kwezona zinto zingcwele: uAron noonyana bakhe bangene, balungiselele elowo nomthwalo wakhe.