Numbers 4:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
abaminyaka ingamashumi matatu nabapezulu, kwa kude kube ngabaminyaka ingamashumi mahlanu, ubudala babo, wobabala; bonke abangenayo kobubukonzo, ukuba basebenze umsebenzi wasententeni yentlangano.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bethabathela kominyaka imashumi mathathu ezelwe, banyuse, base kominyaka imashumi mahlanu ezelwe; nobabala bonke abeza kuphuma umkhosi, basebenze ententeni yokuhlangana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bethabathela kominyaka imashumi mathathu ezelwe, banyuse, base kominyaka imashumi mahlanu ezelwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi makabhalise onke amadoda akubudala obungamashumi amathathu ukuya kumashumi amahlanu eminyaka, onke awayefanelekile ukuba angasebenza *esibingelelweni.