Numbers 4:36 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
baye ababalweyo babo, ngezizalwane zabo, bengamawaka mabini anamakulu asixe̔nxe anamashumi mahlanu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ababalwayo kubo ngokwemizalwane yabo baba ngamawaka amabini anamakhulu asixhenxe, anamanci mahlanu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ababhaliswayo ngokweentsapho zabo baba ngamawaka amabini anamakhulu asixhenxe anamashumi mahlanu.