Numbers 5:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yalela usapo luka‐Sirayeli, ukuba malundulule emnqubeni onke amaleperi, nabo bonke abanegqita, nosukuba enco̔lisiwe ngofileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bawisele umthetho oonyana bakaSirayeli, babakhuphe eminqubeni bonke abaneqhenqa, nabo bonke ababhobhozayo, nabo bonke abaziinqambi ngofileyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bawisele umthetho oonyana bakaSirayeli, ukuba babakhuphe eminqubeni onke amadoda aneqhenqa, nabo bonke ababhobhozayo, nabo bonke abaziinqambi ngofileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Xelela amaSirayeli abakhuphele ngaphandle bonke abantu abanesifo solusu esisulelayo, nabophayo, noba *ngabanomlaza kukuphatha isidumbu.