Numbers 5:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ati lamanzi, asenzayo isiqalekiso, angene ematunjini ako, adumbise isisu sako, anqi̔nise netanga lako! Waeya kuti umfazi lowo: Amene, amene!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
angene la manzi esiqalekiso embilinini wakho, akudumbise isisu, akuntshwenyise ithanga. Wothi loo mfazi, Amen, amen.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye la manzi esiqalekiso aya kungena emathunjini akho, ukuze athambise isisu sakho aze anyibilikise isinqe sakho. Yathi inkazana, Amen, amen.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenene akwaba la manzi aya kusitsho isisu sakho sibe negalimoya, okanye uhlale uphuma isisu.’ “Umfazi lowo ke uya kuphendula athi: ‘Makube njalo.’