Numbers 5:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba umfazi akanco̔lisiwe, koko ecocekile, woba ekululekile, akaule nokukaula inzalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba lo mfazi ubengathanga azenze nqambi, uhlambulukile yena; woba msulwa, amithe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba lo mfazi ubengathanga azenze nqambi, uhlambulukile yena; ke uya kukhululeka akhawule.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke, ukuba kuthe kanti umsulwa, akayi kwenzeka nto, futhi uya kuba nako ukufumana abantwana.