Numbers 5:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa namadoda namankazana nowandulula; niya kuwandululela ngapandle kwomnquba; ukuze angayinco̔hsi iminquba yawo, endihlala mna pakati kwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oyindoda noyinkazana, nobakhuphela phandle kweminquba, bangayenzi inqambi iminquba yabo, endihleli phakathi kwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indoda nomfazi baya kunigxotha; wabakhupha eminqubeni; ukuze bangazingcolisi iibhedi zabo endihleli kuzo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke *abagqwaliseke ngolu hlobo mabakhutshelwe ngaphandle kwelali apho nam ndihlala kunye nawo.”