Numbers 5:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo indoda yoba msulwa enkohlakalweni; kanti lomfazi wotwala inkohlakalo yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yoba msulwa ke indoda yakhe kobo bugwenxa, loo mfazi abuthwale obo bugwenxa bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yoba msulwa indoda leyo, aze yena umfazi abuthwale ubugwenxa bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indoda ke yona iya kuba msulwa; kanti ke yena umfazi, ukuba ufumaniseke enetyala, uya kuvuna into abeyilimile.”