Numbers 5:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo yonke iminikelo yokufunqufunqulwa yakuzo zonke izinto ezingcwele zosapo luka‐Sirayeli, oluyizisayo kumperisite, yoba yeyake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wonke umrhumo weento zonke ezingcwele zoonyana bakaSirayeli, abawusondezayo kumbingeleli, wobangowakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wonke umnikelo wazo zonke izipho ezingcwele zoonyana bakaSirayeli abawuzisa kumbingeleli woba ngowakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wonke umnikelo owodwa okhutshwa ngamaSirayeli, ewunikela kuNdikhoyo, unenxaxheba eyeyababingeleli.