Numbers 6:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo nguwo lo umteto womnaziri: Ngomhla wokuzalisekiswa kwemihla yobunaziri bake, uya kuziswa elucangweni lwentente yentlangano.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nguwo lo umyalelo wozahluleyo: Ngemini yokuzaliseka kwemihla yokuzahlula kwakhe, woziswa emnyango wentente yokuhlangana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nguwo lo umyalelo wozahluleyo, ekuzalisekeni kwemihla yozahlulo lwakhe, woziswa emnyango wentente yokuhlangana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kothi ke lakuphela ithuba lesifungo selolo elo, kuqhutywe lo msebenzi: Ilolo liya kuya esangweni lesibingelelo