Numbers 6:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babeya kubeka igama lam pezu kwosapo luka‐Sirayeli; ndandiya kulutamsanqela mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mabalibeke ke igama lam phezu koonyana bakaSirayeli; mna ndiya kubasikelela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kulibeka igama lam phezu koonyana bakaSirayeli; ndibasikelele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wathi ke uNdikhoyo: “Ukuba babiza igama lam bethamsanqela abantu bam amaSirayeli, nam ndiya kubathamsanqela.”