Numbers 7:24 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngemini yesitatu yanikela inkosi yonyana baka‐Zebulone, u‐Eliyabe, unyana ka‐Heloni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngemini yesithathu kwasondeza inkulu yoonyana bakaZebhulon, uEliyabhi, unyana kaHelon.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngemini yesithathu kwabingelela uEliyabhi unyana kaHelon, ukumkani woonyana bakaZebhulon;