Numbers 7:30 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngemini yesine yanikela inkosi yonyana baka‐Rubene, u‐Elitsure, unyana ka‐Shedeyure.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngemini yesine kwasondeza inkulu yoonyana bakaRubhen, uElitsure unyana kaShedeyure.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngemini yesine wabingelela uElitsure unyana kaSedure, inkulu yoonyana bakaRubhen;