Numbers 7:42 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngemini yesitandatu yanikela inkosi yonyana baka‐Gadi, u‐Eliyasafa, unyana ka‐Dehule.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngemini yesithandathu kwasondeza inkulu yoonyana bakaGadi, uEliyasafu, unyana kaDehuweli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngemini yesithandathu kwasondeza inkulu yoonyana bakaGadi, uEliyasafu, unyana kaDehuweli.