Numbers 7:48 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngemini yesixe̔nxe yanikela inkosi yonyana baka‐Frayime, u‐Elishama, unyana ka‐Hamihude.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngemini yesixhenxe kwasondeza inkulu yoonyana bakaEfrayim, uElishama unyana ka-Amihudi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngemini yesixhenxe, kwabingelela uElishama unyana ka-Amihudi, inkulu yoonyana bakaEfrayim;