Numbers 7:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zamkele kuzo, ukuba zibe zezokwenza inkonzo yentente yentlangano; wauya kunika zona kuba‐Levi, abanye ngabanye njengenkonzo yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zithabathe kuzo zibe zezokusebenza umsebenzi wentente yokuhlangana, uzinike abaLevi, elowo ngokomsebenzi wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wuthabathe kubo, ukuze basebenze umsebenzi wentente yokuhlangana; ayinike abaLevi, elowo ngokomsebenzi wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ezi zipho zamkele ze zisetyenziswe esibingelelweni. Zigqithisele kubaLevi ngokwemisebenzi abajongene nayo.”