Numbers 7:66 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngemini yeshumi yanikela inkosi yonyana baka‐Dane, u‐Ahihezere, unyana ka‐Hamishadai.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngemini yeshumi kwasondeza inkulu yoonyana bakaDan, uAhiyezere, unyana ka-Amishadayi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngemini yeshumi, uAkezere, unyana ka-Amisadayi, ukumkani woonyana bakaDan, wabingelela;