Numbers 7:78 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngemini yeshumi linesibini yanikela inkosi yonyana baka‐Nefatali, u‐Ahira, unyana ka‐Henani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngemini yeshumi elinambini kwasondeza inkulu yoonyana bakaNafetali, UAhira, unyana kaEnana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngemini yeshumi elinesibini, uAhira, unyana kaEnana, inkulu yoonyana bakaNafetali, wabingelela.