Numbers 7:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti onyana baka‐Kohati akanikanga kubo; ngokuba inkonzo yeyingcwele indawo ibipezu kwabo, a batyata yo ngegxalaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke oonyana bakaKehati akabanikanga nto, ngokuba umsebenzi wengcwele obuphezu kwabo bebewuthwala ngegxalaba bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke oonyana bakaKehati akabanikanga nto, ngokuba umsebenzi wengcwele obuphezu kwabo bebewuthwala ngegxalaba bona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AbakwaKohati bona uMosis akabanikanga zinqwelo nazinkabi, kuba kaloku bona izinto ezingcwele ababeziphatha babezithwala emagxeni.