Numbers 8:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oku kukokwaba‐Levi: Abaminyaka ingamashumi mabini anesihlanu nabapezulu, ubudala babo, baya kungena ukwenza ubukonzo, emsebenzini wentente yentlangano:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nantsi indawo eyeyabaLevi: bethabathela kominyaka imashumi mabini anesihlanu ezelwe, banyuse, mabeze kuphuma umkhosi wokusebenza ententeni yokuhlangana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
“Nguwo lo wabaLevi: othabathele kominyaka imashumi mabini anamihlanu ezelwe, kwenyusa, bongena enkonzweni ententeni yokuhlangana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ummiselo othi: “Ixesha lokuqala komLevi ngamnye ukubusa esibingelelweni loba kuxa aneminyaka engamashumi amabini nantlanu,