Numbers 9:16 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kunjalo futi: ilifu layisibekela, nangobusuku kwakuko ukubonakala kwomlilo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwahlala kunjalo; ilifu lawusibekela emini, laba yimbonakalo yomlilo ebusuku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwahlala kunjalo: Ilifu laliwusibekela emini, laba yimbonakalo yomlilo ebusuku.