Obadiah 1:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, njengokuba nisele pezu kwentaba yam engcwele, kwa njalo ziya kusela futi izizwe zonke; ewe, ziya kusela, ziminye ke, zaziya kuba njengokungati zibe zingeko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba njengoko nisele ngako entabeni yam engcwele, ziya kuhlala zisela ngokunjalo zonke iintlanga, zisele zibizele, zibe njengabangabangakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengoko naselayo entabeni yam engcwele, ziya kuhlala zisela ngokunjalo zonke iintlanga, zisele, zidle, zibe njengabangahlanjwanga;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko nina nayisezwayo ibhekile yesohlwayo entabeni yam engcwele, ngokunjalo nezinye izizwe ziya kuyisezwa, phofu ziyisele zingayeki. Ewe, ziya kusela zibimbilize, zide zibe ngathi zange zabakho.”