Obadiah 1:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakuba ubuya kuzipakamisa njengokozi, nakuba ubuya kuyibeka indlu yako pakati kwenkwenkwezi, ndokuhlisa kwa kona, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uthe wakhela phezulu njengexhalanga, nokuba ithe indlu yakho yabekwa phakathi kweenkwenkwezi, ndokuhlisa nalapho;utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe wakhela phezulu njengexhalanga, nokuba ithe indlu yakho yabekwa phakathi kweenkwenkwezi, ndokuhlisa nalapho; utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noba ungade untinge njengokhozi, ewe, noba usezinkwenkwezini umzi wakho, nalapho mna ndiya kukuthoba.” Lowo ke ngumlomo kaNdikhoyo.