Obadiah 1:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amagoṙa ako, Temani! aya kumatiswa, ukuze banqanyulwe bonke abasentabeni ka‐Esau ngokubulawa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aya kuqhiphuka umbilini amagorha akho, Teman, ukuze banqanyulwe bonke ezintabeni zakwaEsawu ngokubulawa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aya kugubha amagorha akho, Teman, zigawulwe ngokubulawa zonke iintaba zakwaEsawu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wona amadoda omkhosi waseTeman osuka arhwaqele; bonke abakwiintaba zakwaEsawu baya kunqunyulwa babulawe.