Philemon 1:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ngapandle kwokuvumela kwako ndabendingatandi ukwenza into, ukuze isenzo sako esilungileyo singabi njengokungati singokunyanzelwa, koko sibe ngokuvuma,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kodwa andithandanga kwenza nto, ungatshongo wena, ukuze ukulunga kwakho kungangi kokokunyanzelwa, kube kokokuvuma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa andithandanga kwenza nto ngaphandle kwakho; ukuze ukulunga kwakho kungangi kokokunyanzelwa, kube kokokuvuma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa andithandi ukuba ndenze nto ungavumanga; hayi, bendiya kuba ndiyakunyanzela ukuba wenze into entle, kungekuba kukholekile kuwe.