Philemon 1:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba kungati umhlaumbi ngenxa yoku wemka kube lixeshana, ukuba ubuye ube naye ngonapakade;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba mhlawumbi wahlukaniswa umzuzwana nawe ngenxa yoku, ukuze umzuze ngokwaphakade;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba mhlawumbi waphuma umzuzwana, ukuze umzuze ngokwaphakade;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mhlawumbi uOnesimo wahlukaniswa nawe okwethutyana, ukuze ubuye umzuze ningasazi kwahlukana.