Philemon 1:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kodwa ukwonile umhlaumbi unetyala kuwe ngento, yona le yibalele kum:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba wakona, nokuba unetyala kuwe, oko kubalele kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba wakona, nokuba unetyala kuwe, oko kubalele kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke kukho nto awakona ngayo okanye kukho nto akutyala yona, libalele kum elo tyala.