Philemon 1:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
mna Paulusi ndibalile ngesam isandla, ndiya kuhlaula mna: ukuba ndingatsho kuwe ukuti unetyala lesiqu sako kum pezu kwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna Pawulos ndikubhale ngesam isandla ukuthi, mna ndokuhlawula; endingatshoyo kuwe ukuthi, kum unetyala elingaphezulu, elinguwe ngokwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna Pawulos ndikubhale ngesam isandla ukuthi, mna ndokuhlawula; endingatshoyo kuwe ukuthi, kum unetyala elingaphezulu, elinguwe ngokwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukukuqinisekisa ndibhala ngokwam, ndithi: Ndim mna Pawulos oya kukubuyisela. Phofu ke akukho mfuneko yakuba ndikukhumbuze ukuba nawe lowo ungowam, ndinebango kuwe.