Philemon 1:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe, mzalwana wam! mandizuze uncedo kuwe enkosini: wupumze umbilini wam enkosini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ewe, mzalwana, mandincedeke ngawe mna ngokwaseNkosini;ziphumze izibilini zam ngokwaseNkosini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ewe, mzalwana, mandincedeke ngawe mna ngokwaseNkosini; ziphumze izibilini zam ngokwaseNkosini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke, mfondini, ndiyakubongoza – kaloku sobabini simanywe noKrestu. Ngoko ke, velana nam kulo mbandela!