Philemon 1:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo kunye noko ndilungisele indawo yokuhlala: ngokuba ndinetemba lokuba ndiya kupiwa kuni ngayo imitandazo yenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kunye ke noko, ndilungisele indawo yokuhlala; kuba ndithembile ukuba ngayo imithandazo yenu nondiphiwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kunye ke noko, ndilungisele indawo yokuhlala; kuba ndithembile ukuba ngayo imithandazo yenu nondiphiwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nantsi enye indawo: Nceda undilungiselele indawo yokuhlala apho, kuba ndinethemba lokuba uThixo uza kuyiphendula imithandazo yenu, ndibuyele apho kuni.