Philemon 1:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ufefe lwenkosi yetu u‐Yesu Kristu malube nomoya wenu. Amene.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu malube nomoya wenu.Amen.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu malube nomoya wenu. Amen. (Yabhalwa eRoma isiya kuFilemon, nguOnesimo umkhonzi.)
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubabalo lweNkosi uYesu Krestu maluhlale nani nonke.